Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INGOMA YAZO IINGOMA 1-8

UmShulamikazi—Umzekelo Omhle Wokuxeliswa

UmShulamikazi—Umzekelo Omhle Wokuxeliswa

Yintoni eyamenza wangumzekelo obalaseleyo kubakhonzi bakaYehova?

2:7; 4:12

  • Walinda de wafumana umntu amthandayo

  • Akazange avumele abanye bamenze athandane naye wonk’ umntu ovelayo

  • Wayethobekile kwaye enyulu

  • Wayengenakuvumela uthando lwakhe luthengwe ngegolide okanye ngezincomo zothando

Zibuze:

‘Luluphi olona phawu lomShulamikazi endinokuluxelisa?’