Novemba 7- 13
IMIZEKELISO 27–31
Ingoma 86 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“IBhayibhile Ichaza Umfazi Olungileyo”: (imiz. 10)
IMi 31:10-12—Uthembekile (w15 1/15 20 ¶10; w00 2/1 31 ¶2; it-2-E 1183)
IMi 31:13-27—Ukhuthele (w00 2/1 31 ¶3-4)
IMi 31:28-31—Uthanda uThixo kwaye ufanele anconywe (w15 1/15 20 ¶8; w00 2/1 31 ¶5, 8)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IMi 27:12—Sinokubonakala njani ukuba silumkile ngendlela esizonwabisa ngayo? (w15 7/1 8 ¶3)
IMi 27:21—Umntu ‘[ulingwa] njani yindlela adunyiswa ngayo’? (w11 8/1 29 ¶2; w06 9/15 19 ¶12)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 29:11–30:4
YIKHUTHALELE INTSIMI
Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 89
‘Umnini Wakhe Uyaziwa Emasangweni Esixeko’: (imiz. 5) Intetho enikelwa ngumdala.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10) Usenokuxubusha ngezifundo ezikwiNcwadi Yonyaka. (yb16 40-41)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 3 ¶13-22, isicangca esithi “UYehova Uyityhila Ngokuthe Ngcembe Injongo Yakhe,” nebhokisi ethi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 108 Nomthandazo