Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Novemba 11-​17
  • Ingoma 128 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Simele Sikulwele Ukuhlala Enyanisweni”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo Ka-2 Yohane.]

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo Ka-3 Yohane.]

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo KaYude.]

    • Yude 3​—‘Lulwele nzima ukholo’ (w04 9/15 11-12 ¶8-9)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yude 4, 12​—Kutheni abantu abangenabuthixo abasebandleni befaniswa ‘namatye afihlakele phantsi kwamanzi emathekweni othando’? (it-2-E 279, 816)

    • Yude 14, 15​—Kwakutheni ukuze uEnoki athethe ngezinto eziza kwenzeka ngokungathi sele zenzekile, ibe sazaliseka njani esi siprofeto? (wp17.1 12 ¶1, 3)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 2Yo 1-13 (th isifundo 12)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 87

  • Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 16 isiqe. 7-14

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 130 Nomthandazo