Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 2 YOHANE 1-13; 3 YOHANE 1-14YUDE 1-25

Simele Sikulwele Ukuhlala Enyanisweni

Simele Sikulwele Ukuhlala Enyanisweni

Yude 3

UYesu wathi: “Zibhokoxeni ngamandla ukungena ngomnyango omxinwa.” (Luk 13:24) La mazwi kaYesu abonisa ukuba simele senze konke esinako ukuze sithandwe nguThixo. UYude, umninawa kaYesu, naye wabhala amazwi afanayo, wathi: “Nilulwele nzima ukholo.” Kufuneka sisebenze nzima ukuze senze ezi zinto: