Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Novemba 25–​Disemba  1

ISITYHILELO 4–6

Novemba 25–​Disemba  1
  • Ingoma 22 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Abakhweli Bamahashe Abane”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • ISi 4:4, 6​—Bamela ntoni abadala abayi-24 nezidalwa ezine? (re 76-77 ¶8; 80 ¶19)

    • ISi 5:5​—Kutheni uYesu ebizwa ngokuba ‘yiNgonyama yesizwe sikaYuda’? (cf 36 ¶5-6)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 4:1-11 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 46

  • UYehova Uthanda Umphi Ochwayitileyo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Mayinikelwe ngumdala. Qala ngokudlala ividiyo ethi Indlela Yokunikela Usebenzisa I-Intanethi. Bachazele abavakalisi ukuba banganikela ngokucofa indawo ethi Donations ku-jw.org naku-JW Library okanye bangene ku-donate.pr418.com. Funda ileta evela kwisebe ethetha ngendlela elibulela ngayo ngeminikelo yonyaka wenkonzo ophelileyo. Lincome ibandla ngeminikelo yalo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 17 isiqe. 1-9

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 20 Nomthandazo