Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISITYHILELO 4–6

Abakhweli Bamahashe Abane

Abakhweli Bamahashe Abane

6:2, 4-6, 8

Xa uYesu wayesilwa noSathana needemon zakhe ezulwini, “waphuma esoyisa” ibe wabaphosela emhlabeni. UYesu usaqhubeka ebalwela abakhonzi bakhe ngokubakhusela kule mihla yokugqibela. Uza ‘kuphelelisa ukoyisa kwakhe’ ngeArmagedon xa etshabalalisa abakhweli bamahashe abathathu aze alungise zonke iingxaki abazenzileyo.