Novemba 4-10
1 Yohane 1-5
Ingoma 122 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Musani Ukulithanda Ihlabathi Nezinto Ezisehlabathini”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo Ka-1 Yohane.]
1Yo 2:15, 16—“Konke okusehlabathini . . . kuphuma ehlabathini,” akuphumi kuBawo (w05 1/1 10 ¶13)
1Yo 2:17—Ihlabathi nezinto zalo ziyadlula (w13 8/15 27 ¶18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
1Yo 2:7, 8—Kwenzeka njani ukuba lo myalelo uYohane athetha ngawo apha ube mtsha uphinde ube mdala? (w13 9/15 10 ¶14)
1Yo 5:16, 17—Yintoni ‘isono esisingisa ekufeni’? (it-1-E 862 ¶5)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Yo 1:1–2:6 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Yiba Nehlombe, emva koko nithethe ngesifundo 11 sencwadi ethi, Ukufundisa.
Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w04 10/1 29—Umxholo: Wayethetha ukuthini uYohane kweyoku-1 kaYohane 4:18 xa wathi, “uthando olugqibeleleyo luluphosela phandle uloyiko”? (th isifundo 7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Xa Ulungiselela Umtshato Ungabi Namabhongo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Imitshato Ezukisa UYehova.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 16 isiqe. 1-6
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 125 Nomthandazo