Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Hamba Ngala Mandla Unawo”

“Hamba Ngala Mandla Unawo”

UYehova wanika uGidiyon umsebenzi onzima kakhulu (ABa 6:2-6, 14)

UGidiyon wayevakalelwa kukuba akanakukwazi ukuwenza lo msebenzi ibe akafaneleki (ABa 6:15; w02 2/15 6-7)

UGidiyon woyisa kuba uYehova wamnika amandla (ABa 7:19-22; w05 7/15 16 ¶3)

UYehova ufuna sisebenze ngamandla ethu onke ukuze simkhonze. Umoya wakhe oyingcwele ungasinceda xa sityhafile uze usenze siphumelele.​—Isa 40:30, 31.