Novemba 1-7
YOSHUWA 18-19
Ingoma 12 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Indlela UYehova Awawohlula Ngobulumko Ngayo Umhlaba”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yos 18:1-3—Inoba kwakutheni amaSirayeli engazange akhawuleze ayokuhlala kumhlaba owawusentshona kweYordan? (it-1-E 359 ¶5)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yos 18:1-14 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Utyelelo Lokuqala: Iindaba Ezilungileyo—Nd 37:10, 11. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike IMboniselo ka-2021 uNo. 2. (th isifundo 1)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Siyambulela UYehova Ngothando Lwenu”: (imiz. 15) Mayinikelwe ngumdala. Dlala ividiyo ethi Sihlala “Simbulela UThixo Ngenxa Yenu.” Thetha ngento enye okanye ezimbini ezikumanqaku ahlukahlukeneyo ku-jw.org/xh phantsi komxholo othi “Indlela Esetyenziswa Ngayo Iminikelo Yakho.”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 15 ¶15-17, nebhokisi 15A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 122 Nomthandazo