Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Novemba 15-21

YOSHUWA 23-24

Novemba 15-21
  • Ingoma 50 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 28

  • Kuphephe Ukuba Nabahlobo Abangalunganga Emsebenzini: (imiz. 7) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ziphephe Izinto Ezinokukwenza Ugungqe​—Abahlobo Abangalunganga. Uze ubuze le mibuzo: Ukuba nabahlobo abangalunganga kwamchana njani lo dade? Loluphi utshintsho aye walwenza ibe loo nto imncede njani? Le vidiyo ikufundisa ntoni ngokuphepha abahlobo abangalunganga?

  • Fumana Abahlobo Kwiindawo Ezingalindelekanga: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Zeziphi iingxaki abe nazo uAkil eziye zamenza waba nabahlobo abangalunganga esikolweni? Uye wabafumana njani abahlobo abalungileyo ebandleni? Le vidiyo ikufundisa ntoni ngokuba nabahlobo abalungileyo?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 16 ¶1-8, qale udlale ividiyo yentshayelelo

  • Amazwi Okuvala (imiz. 3)

  • Ingoma 39 Nomthandazo