Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

YIKHUTHALELE INTSIMI

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

Utyelelo Lokuqala

Umbuzo: Ngaba ubundlobongela neemfazwe ziza kuphela nyhani?

Isibhalo: Nd 37:10, 11

Umbuzo Wokubuyela: Yintoni eseBhayibhileni esinika ithemba?

LA MAPHECANA ANASO ESI SIBHALO:

Xa Ubuyela

Umbuzo: Yintoni eseBhayibhileni esinika ithemba?

Isibhalo: ISi 21:3, 4

Umbuzo Wokubuyela: Yintoni enokusinceda siyiqonde iBhayibhile?

LE NCWADANA NA LO VUKANI! ZINASO ESI SIBHALO: