Disemba 12-18
2 KUMKANI 16-17
Ingoma 115 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umonde KaYehova Uyakwazi Ukuphela”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 17:29—Ngoobani ‘amaSamariya’ ekuthethwa ngawo kule vesi, ibe ekuhambeni kwexesha aye angoobani amaSamariya? (it-2-E 847)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 17:18-28 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Emva koko bonisa umntu othetha naye iwebhsayithi yethu, uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 20)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 08 isiqendu 5 (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Qiniseka Ukuba Siza Kusindiswa Xa Eli Hlabathi Litshatyalaliswa”: (imiz. 5) Ingxubusho.
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo kaDisemba ethi Okufezwe Yintlangano.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 31
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 74 Nomthandazo