Disemba 19-25
2 KUMKANI 18-19
Ingoma 148 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Indlela Abachasi Bethu Abazama Ngayo Ukusityhafisa”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 19:37—Le vesi isibonisa njani ukuba ukuyithemba kwethu iBhayibhile akuxhomekekanga kwizinto ezibhalwe kwiincwadi zakudala? (it-1-E 155 ¶4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 18:1-12 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo sethu seBhayibhile samahala, uze umnike nekhadi elithetha ngesifundo seBhayibhile. (th isifundo 2)
Intetho: (imiz. 5) w20.11 15 ¶14—Umxholo: Thandazela Abo Batshutshiswayo—Njani? (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Vuya Xa Utshutshiswa”: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Sinokuhlala Sivuya Nangona Sitshutshiswa.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 7)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 32 isiqendu 1-4 netshati ethi “Iphupha Lomthi Lidibana Njani NoBukumkani BukaThixo?”
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 22 Nomthandazo