Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Indlela Abachasi Bethu Abazama Ngayo Ukusityhafisa

Indlela Abachasi Bethu Abazama Ngayo Ukusityhafisa

Abantu abasichasayo banokusityhafisa ngokuthetha ubuxoki ngabo basikhokelayo emabandleni okanye entlanganweni (2Ku 18:19-21; w05 8/1 11 ¶5)

Baye bazame ukuxoka ngoYehova nentlangano yakhe (2Ku 18:22, 25; w10 7/15 13 ¶3)

Baye basithembise izinto abangazuzenza kuba befuna singamthobeli uYehova (2Ku 18:31, 32; w13 11/15 19 ¶14; yb74 177 ¶1)

KHAWUZIBUZE, ‘Yintoni endinoyenza ngoku ukuze ndikwazi ukuqina nokunyamezela xa nditshutshiswa?’