Disemba 26, 2022–Januwari 1, 2023
2 KUMKANI 20-21
Ingoma 41 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umthandazo Wabangela Ukuba UYehova Angenelele”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 21:13—Kunokutshiwo njani ukuba uYehova wasebenzisa isixhobo sokulinganisa xa wayehlola iYerusalem? (it-2-E 240 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 21:1-15 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Emva koko bonisa umntu othetha naye iwebhsayithi yethu, uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 6)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 08 isiqendu 6 (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Imithandazo Yethu Ibalulekile KuYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ndizinikele Emthandazweni.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 32 isiqendu 5-6 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 142 Nomthandazo