Disemba 5-11
2 KUMKANI 13-15
Ingoma 127 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukuzinikela Ngentliziyo Yonke Kwenza Usikelelwe Kakhulu”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 13:20, 21—Ngaba lo mmangaliso ubonisa ukuba kufuneka kukhonzwe abo baswelekileyo ekuthiwa bangcwele? (w05 8/1 11 ¶3)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 13:20–14:7 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Qalisa isifundo seBhayibhile usebenzisa incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! kwisifundo 01. (th isifundo 20)
Intetho: (imiz. 5) km 8/03 1—Umxholo: Umsebenzi Ohlaziyayo. (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“UYehova Akawulibali Umsebenzi Wethu Onzima”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi UYehova Akalibali.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 30
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 151 Nomthandazo