Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuzinikela Ngentliziyo Yonke Kwenza Usikelelwe Kakhulu

Ukuzinikela Ngentliziyo Yonke Kwenza Usikelelwe Kakhulu

UElisha wayalela uKumkani uYehowashe ukuba enze into ebonisa indlela uSirayeli aza kuyoyisa ngayo iSiriya (2Ku 13:15-18)

Kuba uYehowashe wayengazinikelanga ngentliziyo yakhe yonke, zange aphumelele ngale ndlela kwakufanele uphumelele ngayo (2Ku 13:19; w10 4/15 26 ¶11)

UYehova ubasikelela kakhulu abakhonzi bakhe abamkhonza ngokuzimisela (Heb 11:6; w13 11/1 11 ¶5-6)

KHAWUZIBUZE, ‘Ndibonisa njani ukuba ndimthanda kakhulu uYehova kwindlela endiyifunda ngayo iBhayibhile, endiya ngayo kwiintlanganiso nendishumayela ngayo?’