Novemba 14-20
2 KUMKANI 7-8
Ingoma 143 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Wenza Oko Babengakulindelanga Kwenzeka”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 8:19—UYehova wamnika njani uDavide noonyana bakhe “isibane”? (it-2-E 195 ¶7)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 7:1-11 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: IBhayibhile—ISi 21:3, 4. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Bonisa umntu othetha naye iwebhsayithi yethu uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mmemele kwiintlanganiso uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 27
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 18 Nomthandazo