UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZIWINI LIKATHIXO
UYehova Wenza Oko Babengakulindelanga Kwenzeka
Xa kwakunzima ngenxa yendlala eyayikho, uYehova wathi ngemini elandelayo kuza kubakho ukutya okuninzi (2Ku 7:1; it-1-E 716-717)
Omnye umSirayeli owayencedisa emkhosini wayengasikholelwa isithembiso sikaYehova ukuba singenzeka (2Ku 7:2)
UYehova wenza oko babengakulindelanga kwenzeka (2Ku 7:6, 7, 16-18)
UYehova uthi eli hlabathi liza kutshatyalaliswa ngokukhawuleza, abantu bengalindelanga. (1Te 5:2, 3) Kutheni kubalulekile ukuba silithembe iLizwi likaYehova?