Novemba 21-27
2 KUMKANI 9-10
Ingoma 126 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Wayenesibindi, Ezinikele Ibe Ezimisele”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 10:29, 31—Sifunda ntoni kwimpazamo eyenziwa nguYehu? (w11 11/15 5 ¶6-7)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 9:1-14 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo sethu seBhayibhile samahala, emva koko, mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! Thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 12)
Intetho: (imiz. 5) w13 5/15 8-9 ¶3-6—Umxholo: Linganisa Indlela UYehova NoYesu Ababezimisele Ngayo. (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Okuthethwa Ngoontanga Bakho—Ukuzibekela Amangomso Izinto: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Ziintoni ezinokubangela umntu ukuba azibekele amangomso izinto? Kutheni sisonwaba kakhulu xa singazibekeli amangomso izinto?
“Izinto Ezinokusinceda Singazibekeli Amangomso Izinto”: (imiz. 10) Ingxubusho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 28
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 19 Nomthandazo