UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Wayenesibindi, Ezinikele Ibe Ezimisele
UYehova wathi uYehu makabulale abantu bendlu kaKumkani uAhabhi owayesenza izinto ezimbi (2Ku 9:6, 7; w11 11/15 3 ¶2)
Ngoko nangoko uYehu wabulala uKumkani uYehoram (unyana ka-Ahabhi) nokumkanikazi uIzebhele (umhlolokazi ka-Ahabhi) (2Ku 9:22-24, 30-33; w11 11/15 4 ¶2-3; jonga itshati enomxholo othi “‘Indlu Ka-Ahabhi Iza Kutshabalala’—2Ku 9:8”)
UYehu wenza yonke into uYehova awathi makayenze enesibindi, ezinikele ibe ezimisele (2Ku 10:17; w11 11/15 5 ¶3-4)
KHAWUZIBUZE, ‘Ndingamlinganisa njani uYehu xa ndisenza umsebenzi esiwunikwe kuMateyu 28:19, 20?’