Novemba 28–Disemba 4
2 KUMKANI 11-12
Ingoma 59 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umfazi Ozimisele Ekwenzeni Izinto Ezimbi Uyohlwaywa”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 12:1—Kwakutheni ukuze uYehova aqiniseke ukuba uYehowashe zange abulawe xa wayelusana? (it-1-E 1265-1266)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 11:1-12 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mmemele kwiintlanganiso uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo sethu seBhayibhile samahala, emva koko, mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! Thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 3)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) Intshayelelo yendawo ethi Funda Nezinye Izinto kwi lff isifundo 08 nesiqendu 4 (th isifundo 6)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Kutheni AmaKristu Emele Amsebenzele Ngakumbi UYehova?”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Kutheni Umele Uzimisele Ukufaneleka? (1Ti 3:1)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 29
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 77 Nomthandazo