UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Indlu Ka-Ahabhi Iza Kutshabalala”—2Ku 9:8
UBUKUMKANI BAKWAYUDA
UYehoshafati ngukumkani
c. 911: UYehoram (unyana kaYehoshafati; umyeni ka-Ataliya oyintombi ka-Ahabhi noIzebhele) iba nguye olawulayo
c. 906: UAhaziya (umzukulwana ka-Ahabhi noIzebhele) uba ngukumkani
c. 905: UAtaliya ubulala yonke inzala yasebukhosini aze alawule ngenkani. Ngumzukulwana wakhe uYehowashe qha ongazange abulawe kuba wafihlwa kuye nguMbingeleli Omkhulu uYehoyada—2Ku 11:1-3
898: UYehowashe uba ngukumkani. Umbingeleli omkhulu uYehoyada uyambulala ukumkanikazi uAtaliya.—2Ku 11:4-16
UBUKUMKANI BAKWASIRAYELI
c. 920: UAhaziya (unyana ka-Ahabhi noIzebhele) uba ngukumkani
c. 917: UYehoram (unyana ka-Ahabhi noIzebhele) uba ngukumkani
c. 905: UYehu ubulala uKumkani uYehoram wakwaSirayeli nabantakwabo, umama kaYehoram (uIzebhele), kunye noKumkani uAhaziya wakwaYuda nabantakwabo—2Ku 9:14–10:17
c. 904: UYehu uqalisa ukulawula njengokumkani