INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Kutheni AmaKristu Emele Amsebenzele Ngakumbi UYehova?
Abazalwana noodade benza konke abanokwenza ukuze bamsebenzele ngakumbi uYehova eBheteli, njengoovulindlela baze bancedise naselwakhiweni lweeHolo ZoBukumkani. Kanti okunye, bona abazalwana basebenzela ukuba ngabadala. (1Ti 3:1) Ngaba oku kuthetha ukuba amaKristu kufuneka asebenzele ukuba nesikhundla okanye umsebenzi othile ukuze ajongwe njengababalulekileyo?
BUKELA IVIDIYO ETHI KUTHENI UMELE UZIMISELE UKUFANELEKA? (1 TIM 3:1), UZE UPHENDULE LE MIBUZO:
Ezi zibhalo zintathu zisinceda njani sibone izizathu ezisenza sifune ukumsebenzela ngakumbi uYehova?