Novemba 7-13
2 KUMKANI 5–6
Ingoma 55 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Baninzi Abangakuthi Kunabo Bangakubo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 5:15, 16—Kwakutheni ukuze uElisha angasamkeli isipho sikaNahaman, ibe yintoni esiyifundayo? (w05 8/1 9 ¶2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 5:1-14 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Utyelelo Lokuqala: Iindaba Ezilungileyo—Nd 37:10, 11. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
ISifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 08 intshayelelo nesiqendu 1-3 (th isifundo 15)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Hlalani Nisipha”: (imiz. 15) Mayinikelwe ngumdala. Dlala ividiyo ethi Siyabulela Ngeminikelo Yenu. Ncoma ibandla ngeendlela lona elinikela ngayo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 26
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 30 Nomthandazo