Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UElisha uthi kwisicaka sakhe: “Kuba baninzi abangakuthi kunabo bangakubo.”​—2Ku 6:16

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZIWINI LIKATHIXO

Baninzi Abangakuthi Kunabo Bangakubo

Baninzi Abangakuthi Kunabo Bangakubo

UElisha nesicaka sakhe babejikelezwe ziintshaba (2Ku 6:13, 14; it-1-E 716 ¶4)

UElisha waqhubeka ezolile waza waqinisa ukholo lwesicaka sakhe (2Ku 6:15-17; w13 8/15 30 ¶2; jonga umfanekiso ongaphandle)

UYehova wamsindisa ngokumangalisayo uElisha nesicaka sakhe (2Ku 6:18, 19; it-1-E 343 ¶1)

UYehova unamandla ngaphezu kwabachasi bethu. Ukuba besinokubona ukuba kwenzeka ntoni ezulwini size sibone nendlela uYehova azisebenzisa ngayo iingelosi ukuze akhusele abantu bakhe, ucinga ukuba besiza kubona ntoni?