Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

“Hlalani Nisipha”

“Hlalani Nisipha”

UYesu wathi xa sibapha izinto abanye, nabo baye bafune usipha. (Luk 6:38) Xa usipha, uye ukhuthaze abazalwana noodade ukuba nabo babe nobubele.

Ukupha abantu sivuya, yenye yeendlela esikhonza ngayo. UYehova uyababona abo banobubele nabanceda amaKristu adingayo ibe uza kubasikelela ngaloo nto.—IMi 19:17.

BUKELA IVIDIYO ETHI SIYABULELA NGEMINIKELO YENU, UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

  • Iminikelo yenu iye yasetyenziswa njani ukuze kuncedwe abazalwana noodade bethu?

  • Kutheni kufuneka siqhubeke sinikela enoba mincinci okanye mikhulu kangakanani iminikelo yethu? —Jonga nenqaku eliku-jw.org/xh elithi “Abanezinto Ezininzi Banceda Abanezinto Ezimbalwa