Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ungafani NoElifazi Xa Uthuthuzela

Ungafani NoElifazi Xa Uthuthuzela

UElifazi wathi kuYobhi, abantu abanakukwazi ukumvuyisa uThixo (Yob 15:14-16; w05 9/15 26 ¶4-5)

UElifazi wayesithi uYobhi ngumenzi-bubi ibe yiloo nto wayesehlelwa zizinto ezibuhlungu (Yob 15:20)

Amazwi kaElifazi zange amthuthuzele uYobhi (Yob 16:1, 2)

Into awayithethayo uElifazi kuYobhi yayibubuxoki. UYehova uyayixabisa imizamo esiyenzayo ukuze simkhonze. (Nd 149:4) Namalungisa anokulindela ukuba neengxaki.​—Nd 34:19.

KHAWUCINGE NGALE NTO: ‘Singabathuthuzela njani abo bakhathazekileyo’?​—1Te 5:14; w15 2/15 8 ¶16.