Disemba 11-17
YOBHI 25-27
Ingoma 34 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Akunyanzelekanga Sifezeke Ukuze Sithembeke”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yob 26:14—Nangona incinci into esiyaziyo ngendalo loo nto isenza siqonde ntoni ngoYehova? (w16.11 9 ¶3)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yob 25:1–26:14 (th isifundo 12)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Qala ngencoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise indlela yokufumana iividiyo nezinye izinto ezifundwayo eziku-jw.org/xh. (th isifundo 17)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 13 intshayelelo nesiqendu 1-3 (th isifundo 15)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Kudibana Njani Ukuthembeka Nezinto Esizicingayo?”: (imiz. 5) Ingxubusho.
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaDisemba.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) bt isahl. 3 ¶4-11
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 57 Nomthandazo