Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Akunyanzelekanga Sifezeke Ukuze Sithembeke

Akunyanzelekanga Sifezeke Ukuze Sithembeke

UYobhi wagxeka uThixo (Yob 27:1, 2)

Nangona uYobhi wenza iimpazamo, wayenako ukuzijonga njengendoda ethembekileyo (Yob 27:5; it-1-E 1210 ¶4)

Ukuze sithembeke akufuneki side sifezeke, kufuneka nje simthande ngentliziyo yethu yonke uYehova (Mat 22:37; w19.02 3 ¶3-5)

KHAWUCINGE NGALE NTO: Ukwazi ukuba uYehova akalindelanga ukuba sifezeke kusinceda njani singanikezeli?