Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UYobhi ubonisa uthando olungagungqiyo kwabo badinga uncedo

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngaba Waziwa Kakuhle NjengoYobhi?

Ngaba Waziwa Kakuhle NjengoYobhi?

UYobhi wayehlonitshwa ngabantu basekuhlaleni (Yob 29:7-11)

UYobhi wayesaziwa ngokubonisa uthando kwabo badingayo (Yob 29:12, 13; w02 5/15 22 ¶19; jonga umfanekiso ongaphandle)

UYobhi wayelilungisa ibe wayesenza izinto ngendlela efanelekileyo (Yob 29:14; it-1-E 655 ¶10)

Ukwaziwa kakuhle kubalulekile. (w09 2/1 15 ¶3-4) Saziwa kakuhle xa siqhubeka sisenza izinto ezilungileyo.

KHAWUZIBUZE, ‘Ndaziwa ngeempawu ezinjani?’