Disemba 4-10
YOBHI 22-24
Ingoma 49 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ikhona Na Into Umntu Anokumnceda Ngayo UThixo?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yobhi 23:13—Umzekelo kaYehova ungasinceda njani xa kukho izinto esifuna ukuzenza entlanganweni yakhe? (w04 7/15 21-22)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yobhi 22:1-22 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Emva koko bonisa umntu othetha naye iwebhsayithi yethu, uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 11)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 2)
Intetho: (imiz. 5) w21.05 18-19 ¶17-20—Umxholo: Xa Ungaphelelwa Ngumdla Uza Kukwazi Ukuhlala Usetyenziswa NguYehova. (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Bazali—Fundisani Abantwana Benu Indlela Yokuvuyisa UThixo”: (imiz. 10) Ingxubusho nevidiyo.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) bt isahl. 3 ¶1-3, ibhokisi ekwiphepha. 23, 24, 25, 26, no 27
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 25 Nomthandazo