Novemba 20-26
YOBHI 18-19
Ingoma 44 Nomthandazo
Amazwi Okuvula(umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ungaze Ubalahle Abo Ukhonza Nabo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yob 19:1, 2—Sifunda ntoni kwinto eyathethwa nguYobhi xa “abahlobo” bakhe babethetha amazwi ahlabayo? (w94 10/1 32)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4.) Yob 18:1-21 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3.) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mmemele kwiintlanganiso uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali)? (th isifundo 3)
Intetho: (imiz. 5) w20.10 17 ¶10-11—Umxholo: Khuthaza Abo Ubafundelayo Ukuba Benze Abahlobo Ebandleni. (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Nceda Abanye: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Ukuba kunokwenzeka, cela abantwana obakhethileyo: Abantwana bangabanceda njani abanye?
Wena yintoni ofuna ukuyenza ukuze uncede abanye?
“Ilungiselelo Lokuthuthuzela Abo BaseBheteli”: (imiz. 10.) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) bt isahl. 2 ¶8-15
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 63 Nomthandazo