Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 16-22

INDUMISO 119:​57-120

Disemba 16-22

Ingoma 129 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Unokumelana Njani Neenkxwaleko

(imiz. 10)

Qhubeka ufundisisa iLizwi likaThixo (INd 119:61; w06 6/15 20 ¶2; w00 12/1 14 ¶3)

Vumela iimvavanyo zikwenze ube ngumntu obhetele (INd 119:71; w06 9/1 14 ¶4)

Yicele kuYehova intuthuzelo (INd 119:76; w17.07 13 ¶3, 5)

KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi iindlela uYehova andincede ngazo ndakwazi ukumelana neenkxwaleko zam?’

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 119:96​—Kusenokwenzeka ukuba ithetha ukuthini le vesi? (w06 9/1 14 ¶5)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Bonisa umninimzi iwebhsayithi yethu uze umnike nekhadi le jw.org. (lmd isifundo 2 ingongoma 5)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Memela umninimzi kwintetho yesidlangalala elandelayo. Thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (lmd isifundo 8 ingongoma 3)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5) Umboniso. ijwbq 157​—Umxholo: Ithini IBhayibhile Ngeentlekele Zemvelo? (lmd isifundo 3 ingongoma 3)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 128

7. UYehova Usinceda Sinyamezele

(imiz. 15) Ingxubusho.

Ukunyamezela kuthetha ukukwazi ukumelana nobunzima ungakhange unikezele. Oku kukwathetha ukuba siza kuhlala somelele singatyhafiswa zingxaki esinazo ibe sijonge phambili kwixesha apho ziza kube zingasekho. Xa sinyamezela ‘asizukubuya umva’okanye sicothe kwindlela yethu yobuKristu xa kuvela iingxaki. (Heb 10:​36-39) UYehova ufuna nyani ukusinceda sinyamezele iingxaki.​—Heb 13:6.

Kwisibhalo ngasinye kwezi zingezantsi, bhala indlela uYehova asinceda ngayo sinyamezele iingxaki.

Dlala IVIDIYO Ethi Hlala Ubathandazela Abo Banyamezele Ubunzima. Uze ubuze le mibuzo:

  • Singamsebenzisa njani ujw.org ukuze sihlale sibazi abazalwana abajongene neengxaki?

  • Abazali bangabanceda njani abantwana babo bathandazele abanye abantu, ibe inokubanceda njani loo nto abantwana?

  • Kutheni kubalulekile ukuthandaza kuYehova ukuba ancede amanye amaKristu anyamezele?

  • Ukuthandazela abanye kusinceda njani sinyamezele ezethu iingxaki?

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 32 Nomthandazo