Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 9-15

INDUMISO 119:​1-56

Disemba 9-15

Ingoma 124 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. “Umfana Angayigcina Njani Icocekile Indlela Yakhe?”

(imiz. 10)

Hlala ulumkile (INd 119:9; w87 11/1 18 ¶10)

Namathela kwizikhumbuzo zikaThixo (INd 119:​24, 31, 36; w06 6/15 25 ¶1)

Ungazijongi izinto ezingafanelekanga (INd 119:37 w10 4/15 20 ¶2)

KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi izikhumbuzo endiye ndazifumana ukuze ndihlale ndicocekile emehlweni kaYehova?’

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 119​—Yabhalwa njani le Ndumiso ibe inoba yayibhalelwa ntoni? (w05 4/15 10 ¶2)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qalisa incoko nomtu odibana naye endleleni njengoko ushumayela kwindlu ngendlu. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Umntu obuthethe naye ebekuxelele ukuba usanda kuswelekelwa ngumntu amthandayo. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)

6. Intetho

(imiz. 5) ijwyp 83​—Umxholo: Ndingenza Njani Ukuze Ndingavumi Xa Ndilingwa? (th isifundo 20)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 40

7. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano-kaDisemba

(imiz. 10) Yidlale.

8. Iimfuno Zebandla

(imiz. 5)

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 19 ¶6-13

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 21 Nomthandazo