Novemba 11-17
INDUMISO 106
Ingoma 36 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. “Bamlibala UThixo Umsindisi Wabo”
(imiz. 10)
Ngexesha awayesoyika ngalo amaSirayeli, amvukela uYehova (Eks 14:11, 12; INd 106:7-9)
Xa amaSirayeli ayelambile ibe enxaniwe, amkhalazela uYehova (Eks 15:24; 16:3, 8; 17:2, 3; INd 106:13, 14)
Xa amaSirayeli aba nexhala, akhonza izithixo (Eks 32:1; INd 106:19-21; w18.07 20 ¶13)
KHAWUCINGE NGALE NTO: Xa siphantsi kobunzima, kusinceda njani ukucinga ngendlela uYehova awasinceda ngayo kwixesha elidlulileyo?
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
INd 106:36, 37—Kudibana njani ukukhonza izithixo nokubingelela kwiidemon? (w06 7/15 13 ¶9)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 106:21-48 (th isifundo 10)
4. Ukufundisa Ngendlela Elula—Into Eyenziwa NguYesu
(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 11 ingongoma 1-2.
5. Ukufundisa Ngendlela Elula—Yenza NjengoYesu
(imiz. 8) Ingxubusho esekelwe kwi-lmd isifundo 11 ingongoma 3-5 nendawo ethi “Jonga Nezi Vesi.”
Ingoma 78
6. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
7. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 18 ¶1-5, neebhokisi ezikwiphe. 141, 142