Abantu bamenyelwa kwiintlanganiso

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Oktobha 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Amacebiso okuhambisa uVukani!, isimemo seentlanganiso, noko kuthethwa yiBhayibhile ngento eyenzekayo kuthi xa sisifa. Zenzele eyakho intshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Kholosa NgoYehova Ngayo Yonke Intliziyo Yakho”

IMizekeliso isahluko 3 iyasiqinisekisa ukuba xa uYehova uThixo uya kusivuza xa sikhololosa ngaye. Unokwazi njani ukuba ukholose ngoYehova ngentliziyo yakho?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

‘Intliziyo Yakho Mayingaphambuki’

IMizekeliso 7 ichaza indlela umfana ahendelwa esonweni ngayo xa intliziyo yakhe iphambuka kwimithetho kaYehova. Yintoni esinokuyifunda kwiimpazamo zakhe?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ubulumko Bulunge Ngakumbi Kunegolide

IMizekeliso 16 ithi kubhetele ukufumana ubulumko kunegolide. Kutheni bubaluleke kangaka ubulumko bukaThixo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Indlela Echanileyo Yokugqabaza

Impendulo echanileyo inceda umntu ophendulayo nebandla. Zinjani iimpendulo ezichanileyo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Hlala Ngoxolo Nabanye

Uxolo olukhoyo phakathi kwabantu bakaYehova aluzenzekeli. Sinokusebenzisa iLizwi likaThixo ukuze siphelise umsindo size sihlale ngoxolo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Yiqeqeshe Inkwenkwe Ngokwendlela Yayo”

Kutheni kufuneka abantwana bohlwaywe ukuze baqeqeshwe kakuhle? IMizekeliso 22 inamacebiso amahle anokusetyenziswa ngabazali.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ngaba Uyalisebenzisa Ikhadi Le-JW.ORG?

La makhadi wasebenzise nangaliphi na ithuba elivelayo ukuze abantu bazi ngeLizwi likaThixo nangewebhsayithi yethu.