Oktobha 17- 23
IMIZEKELISO 12-16
Ingoma 69 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ubulumko Bulunge Ngakumbi Kunegolide”: (imiz. 10)
IMi 16:16, 17—Isilumko sifunda iLizwi likaThixo size sisebenzise oko sikufundileyo (w07 7/15 8)
IMi 16:18, 19—Isilumko asibi nalo ikratshi (w07 7/15 8-9)
IMi 16:20-24—Isilumko sinceda abanye ngendlela esithetha ngayo (w07 7/15 9-10)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IMi 15:15—Sinokonwaba njani? (g 11/13 16)
IMi 16:4—Litheth’ ukuthini ibinzana elithi uYehova ‘umenzele injongo yakhe’ ongendawo? (w07 5/15 18-19)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 15:18–16:6
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Yoh 11:11-14—Fundisa Inyaniso. Mmemele kwiintlanganiso zangempelaveki.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 3:1-6; Rom 5:12 —Fundisa Inyaniso. Mmemele kwiintlanganiso zangempelaveki.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 191 ¶18-19—Mmemele kwiintlanganiso.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Indlela Echanileyo Yokugqabaza”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yiba Ngumhlobo KaYehova—Lungiselela Amagqabaza Akho. Cela abantwana abambalwa beze eqongeni. Babuze le mibuzo: Ziziphi izinto ezine esimele sizenze xa silungiselela ukuphendula ezintlanganisweni? Kutheni simele singakhathazeki xa singakhonjwa?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 2 ¶23-34
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 102 Nomthandazo