Oktobha 31– Novemba 6
IMIZEKELISO 22-26
Ingoma 88 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Yiqeqeshe Inkwenkwe Ngokwendlela Yayo”: (imiz. 10)
IMi 22:6; 23:24, 25—Ukuqeqesha abantwana ngendlela kaThixo kubenza bonwabe, baneliseke baze bakwazi ukuthwala iimbopheleleko xa bebadala (w08 4/1 16; w07 6/1 31)
IMi 22:15; 23:13, 14—Entsatsheni, “intonga” imela lonke uhlobo lokuqeqesha (w97 10/15 32; it-2-E 818 ¶4)
IMi 23:22—Abantwana abasele bebadala banokuncedwa bubulumko babazali babo (w04 6/15 14 ¶1-3; w00 6/15 21 ¶13)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IMi 24:16—Lo mzekeliso usikhuthaza njani sinyamezele kugqatso lobomi? (w13 3/15 4-5 ¶5-8)
IMi 24:27—Sifanele siwuqonde njani lo mzekeliso? (w09 10/15 12 ¶1)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 22:1-21
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Ikhadi le-JW.ORG—Shumayela ngokungacwangciswanga.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Ikhadi le-JW.ORG—Beka isiseko sokubuyela, ugqibezele ngokudlala ividiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile?
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 179-181 ¶18-19
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ngaba Uyalisebenzisa Ikhadi Le-JW.ORG?”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo onokuyisebenzisa, uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba mabasoloko behamba namakhadi e-jw.org.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 3 ¶1-12 neCandelo 1—Inyaniso YoBukumkani—Ukusasaza Inyaniso YeBhayibhile
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 146 Nomthandazo
Isikhumbuzo: Dlala le ngoma kube kanye uze emva koko ucele ibandla liyicule.