Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IMIZEKELISO 22-26

“Yiqeqeshe Inkwenkwe Ngokwendlela Yayo”

“Yiqeqeshe Inkwenkwe Ngokwendlela Yayo”

IMizekeliso inamacebiso amahle anokusetyenziswa ngabazali. Kanye njengokuba amasetyana omthi ekhula ngendlela agotywe ngayo, ukuqeqesha abantwana kubangela ukuba baqhubeke bekhonza uYehova naxa bebadala.

22:6

  • Ukuqeqesha abantwana ngendlela efanelekileyo kufuna ixesha nomzamo

  • Abazali bamele babe ngumzekelo ebantwaneni babo, babafundise, babayale, babakhuthaze baze babaqeqeshe kakuhle

22:15

  • Ukuqeqesha yindlela yokulungisa ingqondo nentliziyo yomntwana ngothando

  • Abantwana bafanele baqeqeshwe ngeendlela ezahlukeneyo