Oktobha 24- 30
IMIZEKELISO 17-21
Ingoma 76 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Hlala Ngoxolo Nabanye”: (imiz. 10)
IMi 19:11—Zola xa ucatshukiswa (w14 12/1 12-13)
IMi 18:13, 17; 21:13—Qiniseka ukuba uzazi zonke iinkcukacha (w11 8/15 30 ¶11-14)
IMi 17:9—Mxolele ngentliziyo yakho yonke umntu okonileyo (w11 8/15 31 ¶17)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IMi 17:5—Siyintoni isizathu sokuba siyikhethe ngobulumko indlela esizonwabisa ngayo? (w10 11/15 6 ¶17; w10 11/15 31 ¶15)
IMi 20:25—Lo mgaqo usebenza njani kubantu abathandanayo nabatshatileyo? (w09 5/15 15-16 ¶12-13)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 18:14–19:10
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Mnike isimemo seentlanganiso. (inv)
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) inv—Gqibezela ngokumdlalela ividiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani?
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 57 ¶14-15—Nceda umfundi abone isizathu sokuba aphucule indlela anxiba nazilungisa ngayo xa esiya ezintlanganisweni.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ukudala Uxolo Kuzisa Iintsikelelo: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ukudala Uxolo Kuzisa Iintsikelelo. Emva koko buza le mibuzo: Ziintoni esimele singazenzi xa kukho izinto eziphazamisa uxolo? Ziziphi iintsikelelo esizifumanayo xa sisenza oko kukwiMizekeliso 17:9 nakuMateyu 5:23, 24?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 2 ¶35-40 nebhokisi ethi, “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?” nesicangca esithi, “UBukumkani BukaThixo—Urhulumente Wokwenene” nesithi “Ukulungiselelwa Ukuzalwa KoBukumkani”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 144 Nomthandazo