Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IMIZEKELISO 17-21

Hlala Ngoxolo Nabanye

Hlala Ngoxolo Nabanye

Uxolo olukhoyo phakathi kwabantu bakaYehova aluzenzekeli. Xa kukho ukungavisisani, kulula ukuba nomsindo nokucaphuka, kodwa iLizwi likaThixo linamandla kunezo mvakalelo.

Xa kukho ingxaki, umKristu othembekileyo udala uxolo . . .

19:11

  • ngokuzola xa ecatshukiswa

18:13, 17

  • ngokuqiniseka ukuba uzazi zonke iinkcukacha

17:9

  • ngokumxolela ngentliziyo yakhe yonke umntu omonileyo