UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Oktobha 2018
Iincoko Onokuzisebenzisa
Iincoko onokuzisebenzisa xa uthetha ngendlela uThixo aziva ngayo ngabantu.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYesu Uyazikhathalela Izimvu Zakhe
UYesu, uMalusi Omhle, wazi nganye kwizimvu zakhe—wazi izinto ezidingayo, izinto engazenzi kakuhle, nezinto ezenza kakuhle.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Yiba Novelwano NjengoYesu
Yintoni eyayisenza uvelwano lukaYesu luphawuleke?
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ndinibekela Umzekelo”
UYesu wafundisa abafundi bakhe ukuba bathobeke kwaye benze imisebenzi ephantsi ukuze bancede abazalwana babo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
AmaKristu Abonakala Ngothando—Kuphephe Ukuzicingela Wedwa Nokukhawuleza Ucaphuke
Ukuze sibe nothando olunjengolukaKristu simele sibacingele abanye size singacaphuki msinya.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
‘Aniyonxalenye Yehlabathi’
Kufuneka abalandeli bakaYesu babe nesibindi ukuze bangangcoliswa lihlabathi.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
AmaKristu Abonakala Ngothando—Umanyano Luxabisekile, Lukhusele
Ukuze sihlale simanyene, simele sikhangele izinto ezintle kubazalwana noodade size sixolele lula.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYesu Wayingqinela Inyaniso
Thina bafundi bakaYesu singqinela inyaniso ngamazwi nangezenzo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
AmaKristu Abonakala Ngothando—Vuyisana Nenyaniso
Simele siyingqinele inyaniso kwaye sivuyisane nayo nangona siphila kwihlabathi elizaliswe bubuxoki nentswela-bulungisa.