Oktobha 15-21
YOHANE 13-14
Ingoma 100 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ndinibekela Umzekelo”: (imiz. 10)
Yoh 13:5—UYesu wahlamba iinyawo zabafundi bakhe (ingcaciso yebinzana elithi, ‘hlamba iinyawo zabafundi’ elikuYohane 13:5)
Yoh 13:12-14—Abafundi babemele ‘bahlambane iinyawo’ (ingcaciso yebinzana elithi “nifanele” elikuYohane 13:14)
Yoh 13:15—Bonke abafundi bakaYesu bamele balandele umzekelo wakhe wokuthobeka (w99 3/1 31 ¶1)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yoh 14:6—UYesu ‘uyindlela nenyaniso nobomi’ njani? (ingcaciso yebinzana elithi, “ndim indlela nenyaniso nobomi” elikuYohane 14:6)
Yoh 14:12—Abo babonisa ukholo kuYesu babeza ‘kuyenza njani imisebenzi emikhulu’ kuneyakhe? (ingcaciso yebinzana elithi, “imisebenzi emikhulu kunale” elikuYohane 14:12)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 13:1-17
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala xa ushumayela ngokungacwangciswanga.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize niyixubushe.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“AmaKristu Abonakala Ngothando—Kuphephe Ukuzicingela Wedwa Nokukhawuleza Ucaphuke”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi “Yibani Nothando Phakathi Kwenu”—Kuphephe Ukuzicingela Wedwa Nokukhawuleza Ucaphuke. Ukuba ixesha liyavuma, thetha ngebhokisi ethi “Umzekelo WeBhayibhile Ongacinga Ngawo.”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 14 isiqe. 15-19 nebhokisi ethi “Ndinyaniseke Kangakanani?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 120 Nomthandazo