Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOHANE 13-14

“Ndinibekela Umzekelo”

“Ndinibekela Umzekelo”

13:5, 12-15

Xa uYesu wayehlamba iinyawo zabapostile bakhe, wayebafundisa ukuba bathobeke kwaye benze imisebenzi ephantsi ukuze bancede abazalwana babo.

Ndingabonisa njani ukuba ndithobekile . . .

  • xa ndixabene okanye ndingaboni ngasonye nomzalwana okanye nodadewethu?

  • xa ndinqandwa okanye ndilungiswa?

  • xa iHolo YoBukumkani ifuna ukucocwa okanye ukulungiswa?