Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Oktobha 22-​28

YOHANE 15-17

Oktobha 22-​28
  • Ingoma 129 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • ‘Aniyonxalenye Yehlabathi’: (imiz. 10)

    • Yoh 15:19​—Abalandeli bakaYesu ‘abayonxalenye yehlabathi’ (ingcaciso yebinzana elithi, ‘ihlabathi’ elikuYohane 15:19)

    • Yoh 15:21​—Abalandeli bakaYesu bayacatshukelwa ngenxa yegama lakhe (ingcaciso yebinzana elithi, “ngenxa yegama lam” elikuYohane 15:21)

    • Yoh 16:33​—Abalandeli bakaYesu banako ukuloyisa ihlabathi njengaye (it-1-E 516)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yoh 17:21-23​—Babemele babe “banye” njani abalandeli bakaYesu? (ingcaciso yebinzana elithi, “banye” elikuYohane 17:21; ingcaciso yebinzana elithi, “bagqityeleliswe ekubeni banye” elikuYohane 17:23)

    • Yoh 17:24​—Yintoni ‘ukusekwa kwehlabathi’? (ingcaciso yebinzana elithi, ‘ukusekwa kwehlabathi’ elikuYohane 17:24)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 17:1-14

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze uhambise incwadi okanye incwadana ekuqhutywa ngayo izifundo.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 14 ¶3-4

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU