Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOHANE 15-17

‘Aniyonxalenye Yehlabathi’

‘Aniyonxalenye Yehlabathi’

15:19, 21; 16:33

  • UYesu waloyisa ihlabathi ngokuba angafani nalo nangayiphi na indlela

  • Kwakuza kufuneka abafundi bakaYesu babe nesibindi ukuze bangangcoliswa ziindlela zokucinga nayimikhwa yabantu ababajikelezileyo

  • Ukucinga ngendlela uYesu awoloyisa ngalo ihlabathi kungasinceda nathi sibe nesibindi sokumxelisa