Oktobha 8-14
YOHANE 11-12
Ingoma 16 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Yiba Novelwano NjengoYesu”: (imiz. 10)
Yoh 11:23-26—UYesu wamthuthuzela uMarta (ingcaciso yebinzana elithi, “ndiyazi ukuba uza kuvuka” elikuYohane 11:24; ingcaciso yebinzana elithi, “ndim uvuko nobomi” elikuYohane 11:25)
Yoh 11:33-35—UYesu waba buhlungu kakhulu xa ebona uMariya nabanye abantu belila (ingcaciso yebinzana elithi, “elila,” “wagcuma . . . wakhathazeka” “emoyeni” elikuYohane 11:33; Ingcaciso yebinzana elithi, “zathi waxa iinyembezi” elikuYohane 11:33)
Yoh 11:43, 44—UYesu wenza into ukuze ancede abo badinga uncedo
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yoh 11:49—Ngubani owabeka uKayafa njengombingeleli omkhulu, ibe wahlala ixesha elingakanani kwesi sikhundla? (ingcaciso yebinzana elithi, ‘umbingeleli omkhulu’ elikuYohane 11:49)
Yoh 12:42—Kutheni amanye amaYuda ayesoyika ukuvuma ukuba uYesu unguKristu? (ingcaciso yebinzana elithi, ‘abalawuli,’ “bangagxothwa kwindlu yesikhungu” elikuYohane 12:42)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 12:35-50
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize niyixubushe.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w13 9/15 32—Umxholo: Kwakutheni Ukuze UYesu Alile Ngaphambi Kokuvusa ULazaro?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
UYesu ‘Uluvuko Nobomi’ (Yoh 11:25): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi ‘Ngokuqinisekileyo UThixo Umenze INkosi NoKristu’—Inxalenye II, Isicatshulwa. Emva koko buza le mibuzo kubaphulaphuli: Le ngxelo isifundisa ntoni ngovelwano lukaYesu? UYesu ululo njani “uvuko nobomi”? Yiyiphi imimangaliso aza kuyenza kwixesha elizayo?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 14 isiqe. 10-14 neSihlomelo esikwiphe. 222-223
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 147 Nomthandazo