Oktobha 12-18
EKSODUS 33-34
Ingoma 115 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Izinto Ezithandekayo NgoYehova”: (imiz. 10)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Eks 33:11, 20—UThixo wathetha njani noMoses “ubuso ngobuso”? (w04 3/15 27 ¶5)
Eks 34:23, 24—Kutheni kwakufuneka amadoda akwaSirayeli abe nokholo xa esiya phambi koThixo kathathu ngonyaka? (w98 9/1 20 ¶5)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Eks 33:1-16 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Yidlale uze ubuze le mibuzo: UBrandi usicacise kakuhle njani isibhalo? Umenze njani umninimzi wacinga?
Xa Ubuyela: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 16)
Xa Ubuyela: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile, uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisahluko 2. (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Lutsha—Ngaba UYehova Ngumhlobo Wenu Omkhulu?”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Lutsha—“Ngcamlani Nibone Ukuba UYehova Ulungile”.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30 nangaphantsi) ia isahl. 21 ¶13-22 nempinda ekwiphe. 186
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 38 Nomthandazo