Oktobha 26–Novemba 1
EKSODUS 37-38
Ingoma 43 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Izibingelelo Ezazikwintente Engcwele Nomsebenzi Wazo Kwinkonzo Yokwenene”: (imiz. 10)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Eks 37:1, 10, 25—Kwakutheni ukuze kusetyenziswe umthi womnga xa kwakusakhiwa intente engcwele? (it-1-E 36)
Eks 38:8—Zazahluke njani izipili ezazisetyenziswa kudala kunezo zisetyenziswa ngoku? (w15 4/1 15 ¶4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Eks 37:1-24 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike imagazini esanda kubakho ethetha ngento ebenincokola ngayo nomninimzi. (th isifundo 12)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) bh 186-187 ¶8-9 (th isifundo 7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
“Iphulo Elikhethekileyo Lokushumayela NgoBukumkani BukaThixo NgoNovemba”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo yotyelelo lokuqala kaNovemba nize nithethe ngayo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30 nangaphantsi) ia isahl. 22 ¶14-24 nempinda ekwiphe. 194
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 124 Nomthandazo